IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUTITO 1

UTito noFilemon
4 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda isahluko esinye ngosuku, siphuhliswe yi-YouVersion, sikuchazela ngencwadi kaPawulos eya kuTito, ephonononga ubunkokeli bebandla kunye nokubaluleka kokufundisa inyaniso. Kwisibongozo sikaPawulos esisuka entliziyweni esiya kuFilemon, sifumana umfanekiso omhle nochukumisayo wayo yonke loo mfundiso yothando njengoko ebongoza uFilemon ukuba axolelaniswe nekhoboka elibalekileyo.

Masifunde iBhayibhile Kunye (EyoMsintsi)
Iintsuku ezi-30
Icandelo lesi-9 lothotho olunamacandelo ali-12, esi sicwangciso sikhokela uluntu kunye kwiBhayibhile iphela ngeentsuku ezingama-365. Mema abanye ukuba bangenelele rhoqo xa uqala icandelo elitsha nyanga nganye. Oluthotho lusebenza kakuhle ngeeBhayibhile ezirekhodiweyo—phulaphula ngaphantsi kwemizuzu engama-20 ngosuku! Icandelo ngalinye libandakanya izahluko zeTestamente eNdala kunye neTestamente eNtsha, neeNdumiso zithiwe saa kuso sonke isicwangciso. Icandelo lesi-9 lubandakanya iincwadi zika Nehemiya, Estere, Timoti wokuqala nowesibini, Yoweli, Amosi, Obhadiya, Nahum, Habhakuki, Zefaniya, Tito, Filemon, Yakobi, Hagayi, Zekariya, and Malaki.