← Plans
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 26

Iindumiso
Iintsuku ezi-31
Ukufunda incwadi yeeNdumiso kukulungele ukuba ngundiphakamise. Xa uhamba kwixesha elinzima, incwadi yeeNdumiso inokusebenza njengentuthuzelo nokhuthazo.

IiNdumiso kunye neMizekeliso ngeentsuku eziyi 31
Iintsuku ezi-31
IiNdumiso kunye neMizekeliso izele ziingoma, imibongo, kunye nemibhalo ebonakalisa ukunqula ngenyaniso, ulangazelelo, ubulumko, uthando, kunye nenyaniso. Esisicwangciso sizakukukhokelela kwiiNdumiso nemiMizekeliso ngeentsuku ezingama-31. Apha, uzakudibana noThixo kwaye ufumane intuthuzelo, amandla kunye nenkuthazo egubungela ububanzi bamava omntu.