← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 119:75

Iintsokolo
Iintsuku eziyi-4
Ukubandezeleka yinxalenye ebalulekileyo yokholo lobuKristu—2 Timoti 3:12. Kwaye impendulo yakho enobuthixo ikhula ngokudibana noThixo kunye nokucamngca ngeLizwi lakhe. Ezi ndinyana zilandelayo, xa uzicengcelezile, zinokukukhuthaza kwindlela enobuThixo osabela ngayo ekubandezelekeni.

INdumiso 119
11 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda seentsuku ezilishumi elinanye sikufundisa iNdumiso ye-119, esesona sahluko side eBhayibhileni nesiyintetho ephuma entliziyweni ngothando lweLizwi likaThixo. Thandaza nomdumisi ukuze ufumane ukuqonda kunye nezikhokelo njengokuba ucamgca ngobuhle kunye namandla ezibhalo ezingcwele. Esi sicwangciso siphuhliswe yiYouVersion.