← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ULUKA 6:48
Nika uThixo iNdawo yokuQala
5 Iintsuku
Ukunika uThixo indawo yokuqala ebomini bethu asiyonto yosuku olunye…..yinkqubo yobude bobomi bomKrestu ngamnye. Nokokuba umtsha elukholweni okanye “uligqala” lomlandeli kaKrestu, esi sicwangciso uza kusifumana silula ukusiqonda nokusisebenzisa, sikwabubuchule obuluncedo kakhulu bokuphila komKrestu ngoloyiso.
Ukuthobela
Iiveki ezi-2
UYesu ngokwakhe wathi nabani na omthandayo uya kuyithobela imfundiso yakhe. Kungakhathaliseki nokuba yintoni na efunekayo kuthi, ukuthobela kwethu kubalulekile kuThixo. Isicwangciso sokufunda "sokuthobela" sisibonisa oko zikutshoyo iZibhalo malunga nentobeko: Indlela yokugcina ingqondo yengqibelelo, indima yenceba, indlela okusikhulula ngayo ukuthobela kwaye kusikelele ubomi bethu, nokunye.