IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ULUKA 13

ULuka
Iintsuku ezi-12
Esisicwangciso sizakukhokelela eVangelini ngokukaLuka ukusukela ekuqaleni ukuyotsho ekugqibeleni.

IVangeli kaLuka
24 Iintsuku
ULuka ubhala ingxelo enatyisiweyo, yengqina eliziboneleyongobomi, ukufa nokuvuka kukaYesu. Esi sicwangciso sokufunda isahluko ngosuku ngalunye sibonelela ngengxelo ethembekileyo, yeziganeko ezilandelelanayo, kodwa sikwasazisa kuMsindisi onobabalo. Weza ukuze akhangele kwaye asindise abalahlekileyo, kwaye Usibizela nakuloo msebenzi wokuhlangula nathi. Esi sicwangciso siphuhliswe yi-YouVersion.

Masifunde iBhayibhile Kunye (EyoMqungu)
Iintsuku ezi-31
Icandelo lokuqala lothotho olunamacandelo ali-12, esi sicwangciso sikhokela uluntu kunye kwiBhayibhile iphela ngeentsuku ezingama-365. Mema abanye ukuba bangenelele rhoqo xa uqala icandelo elitsha nyanga nganye. Oluthotho lusebenza kakuhle ngeeBhayibhile ezirekhodiweyo—phulaphula ngaphantsi kwemizuzu engama-20 ngosuku! Icandelo ngalinye libandakanya izahluko zeTestamente eNdala kunye neTestamente eNtsha, neeNdumiso zithiwe saa kuso sonke isicwangciso. Icandelo lokuqala libandakanya iincwadi zikaLuka, iZenzo, uDaniyeli neGenesis.