← Plans
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKORINTE II 1:6
![Uxolo olulahlekileyo](/_next/image?url=https%3A%2F%2F%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F23174%2F640x360.jpg&w=1920&q=75)
Uxolo olulahlekileyo
Iintsuku ezi-7
Ngaba ngokwenene sinako ukuba noxolo xa ubomi bubuhlungu? Impendulo emfutshane: ewe, kodwa kungekhona ngamandla ethu. Ku nyaka osishiye siziva sixinezelekile, uninzi lwethu lushiyeke nemibuzo. Kwesi sicwangciso seBhayibhile seentsuku ezisi-7, esikhapha uthotho lwemiyalezo kaMfundisi uCraig Groeschel, siya kufumanisa ukuba singalufumana njani uXolo olulahlekileyo esilulangazelelayo sonke.