← Izicwangciso
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KAYOHANE I 1:9
Ukuthetha NoThixo Ngomthandazo
Iintsuku ezi-4
Ubomi bosapho buyakwazi ukuxakeka, kwaye singakwazi ukuthandaza ngalo lonke ixesha—singasathethi ke ngokukhumbula ukunceda abantwana bethu bahlakulele isimo sokubandakanya uThixo ebomini babo bemihla ngemihla. Kwesi isicwangciso, usapho lwakho luyakubona indlela uThixo afuna ukuva ngayo kuthi kwakunye nendlela umthandazo ubuqinisa ngayo ubudlelwane bethu Naye, kunye nabantu abasingqongileyo. Usuku ngalunye luquka umthandazo, iSibhalo esifutshane kunye nengcaciso, umsebenzi eninowenza, kunye nemibuzo emaniyi xoxe.