1
Ivangeli ka‐Johane 8:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula u‐Yesu wabuya wateta kubo, esiti: Mna ndilulo ukanyiso lwelizwe: lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni, koko aya kuba nalo ukanyiso lwobomi.
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Johane 8:12ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Johane 8:32
naniya kuyazi inyaniso, iti yona inyaniso inikululekise.
Ivangeli ka‐Johane 8:32ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Johane 8:31
Wabesiti ngoko u‐Yesu kuma‐Juda lawo abekoliwe nguye: Xeshekweni nihlala elizwini lam, ningabadisipile bam ngenyaniso
Ivangeli ka‐Johane 8:31ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Johane 8:36
Xeshekweni ngoko UNYANA anikululekisayo, noba nikululekile ngokwenyaniso.
Ivangeli ka‐Johane 8:36ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
Ivangeli ka‐Johane 8:7
Koko xeshekweni bebemana bembuza, wazipakamisa, wati kubo: Ongenasono pakati kwenu, makabe nguye oqala ukuposa ilitye ngakuye.
Ivangeli ka‐Johane 8:7ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
6
Ivangeli ka‐Johane 8:34
Wati u‐Yesu ukuwapendula: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Osukuba esenza isono, ulikoboka lesono.
Ivangeli ka‐Johane 8:34ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
7
Ivangeli ka‐Johane 8:10-11
Kekaloku akuba ezipakamisile u‐Yesu, engaboni mntu kupela umfazi lowo, wati kuye: Mfazi! bapina abo abakunika ityala? akuko namnye owakugweba na? Wati ke yena: Namnye, Nkosi! Wayesiti u‐Yesu kuye: Nam andikugwebi; hamba, ungabi sona.
Ivangeli ka‐Johane 8:10-11ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို