1
Ivangeli ka‐Johane 7:38
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Okolwayo kum, njengokuba sisitsho isiba̔lo, imilambo yamanzi apilileyo iya kwela kwa sembilini wake.
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Johane 7:38ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Johane 7:37
Kekaloku ngomhla wokupela, ongomkulu womtendeleko, wema u‐Yesu, wadanduluka esiti: Ukuba uti umntu anxanwe, makeze kum, asele.
Ivangeli ka‐Johane 7:37ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Johane 7:39
(Kodwa oku wakutsho NGOMOYA, abebeza kumamkela abakolwayo kuye: ngokuba UMOYA OYINGCWELE ebengekabiko, kuba u‐Yesu ebengekenzelwe ubungcwalisa.)
Ivangeli ka‐Johane 7:39ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Johane 7:24
Ningagwebi ngokubonakalayo, koko ukugweba okulungileyo kugwebeni.
Ivangeli ka‐Johane 7:24ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
Ivangeli ka‐Johane 7:18
Otetayo ngokwake, uyafuna obake ubungcwalisa; kodwa obufuna ubungcwalisa balowo wamtumayo, yena lo uyinene, kungeko ukungalungi kuye
Ivangeli ka‐Johane 7:18ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
6
Ivangeli ka‐Johane 7:16
Wawapendula u‐Yesu, wati: imfundiso yam asi yeyam, yeyalowo wanditumayo.
Ivangeli ka‐Johane 7:16ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
7
Ivangeli ka‐Johane 7:7
Ilizwe alingetiye nina: kodwa mua liyanditiya, ngokuba ndinqi̔na ngalo, ukuba imisebenzi yalo ikohlakele.
Ivangeli ka‐Johane 7:7ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို