1
Ivangeli ka‐Johane 9:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndifanele ukusebenza imisebenzi yalowo wanditumayo, nxa imini iseko; buyeza ubusuku, oko kungesetyenzwe mntu.
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Johane 9:4ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Johane 9:5
Xeshekweni ndiselizweni, ndilukanyiso lwelizwe.
Ivangeli ka‐Johane 9:5ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Johane 9:2-3
Baza babuza kuye abadisipile bake, besiti: Rabi! ngubanina owabesona, nguye lo, ngabazali bake, kusinina, ukuba abe nokuzalwa eyimfama? Wati u‐Yesu ukupendula: Akona naló, abona nabazali bake; kukuba kubonakaliswe imisebenzi KATIXO kuye.
Ivangeli ka‐Johane 9:2-3ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Johane 9:39
Waza wati u‐Yesu: Ndeza kwelilizwe kube kukugwetywa, ukuze abo bangaboniyo babone, nabo babonayo benzwe imfama.
Ivangeli ka‐Johane 9:39ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို