1
Ivangeli ka‐Johane 10:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Olisela uyeza ukuba ebe̔, abulale, atshabalalise, kupela: ndeza mna ukuba babe nobomi, nokuba babe nabo ngobuninzi.
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Johane 10:10ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Johane 10:11
Mna ndinguye umalusi olungileyo: ongumalusi olungileyo ubomi bake uyabubeka pantsi ngenxa yazo izimvu.
Ivangeli ka‐Johane 10:11ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Johane 10:27
Izimvu zam ziyaliva ilizwi lam, ndiyazazi zona, ziyandilandela mna
Ivangeli ka‐Johane 10:27ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Johane 10:28
ndiyazinika nobomi obungunapakade; azisayi kubu̔ba ke napakade, akuyi kubako ozihlutayo esandleni sam kanjako.
Ivangeli ka‐Johane 10:28ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
Ivangeli ka‐Johane 10:9
Mna ndililo isango: xeshekweni umntu angena ngam, uya kusindiswa; waeya kungena apume nokupuma, afumane nedlelo.
Ivangeli ka‐Johane 10:9ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
6
Ivangeli ka‐Johane 10:14
Mna ndinguye umalusi olungileyo; nezamizimvu ndiyazazi, kanjalo ndiyaziwa zezam
Ivangeli ka‐Johane 10:14ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
7
Ivangeli ka‐Johane 10:29-30
UBAWO ozinikileyo kum, umkulu kubo bonke; akuko namnye ongazihlutayo esandleni SIKABAWO. Mna NOBAWO sibanye.
Ivangeli ka‐Johane 10:29-30ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
8
Ivangeli ka‐Johane 10:15
njengokuba UBAWO endazi mna, nam ndimazi UBAWO; nobomi bam ndiyabubeka pantsi ngenxa yazo izimvu.
Ivangeli ka‐Johane 10:15ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
9
Ivangeli ka‐Johane 10:18
Akuko mntu ondihluta bona, koko ndibubeka pantsi ngokwam. Ndinegunya lokuba ndibubeke pantsi, ndinegunya lokuba ndibuye ndibutabate kanjalo. Lomyalelo ndawamkela KUBAWO.
Ivangeli ka‐Johane 10:18ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
10
Ivangeli ka‐Johane 10:7
Wati ngoko u‐Yesu kubo kanjako: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Mna ndililo isango lezimvu.
Ivangeli ka‐Johane 10:7ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
11
Ivangeli ka‐Johane 10:12
Kodwa ongumqeshwa, engengumalusi nje, lowo izimvu zingezezake, uyayibona incu̔ka isiza, azishiye izimvu, abaleke; ize iti incu̔ka iziqwenge, izici̔te izimvu.
Ivangeli ka‐Johane 10:12ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
12
Ivangeli ka‐Johane 10:1
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Lowo ungangeniyo ngesango esibayeni sezimvu, koko ekwela ngayimbi indawo, oyena ulisela nebada.
Ivangeli ka‐Johane 10:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို