Ivangeli ka‐Johane 13:34-35
Ivangeli ka‐Johane 13:34-35 XHO1902A
Umyalelo omtsha ndiyawunika kuni, ukuba nitandane; njengokuba nditandile nina, ukuba nani nitandane kwa njalo. Ngako oku baya kukwazi bonke ukuba ningabadisipile bam, ukuba ninotando omnye kwomnye.