iGenesis 28:20-22
iGenesis 28:20-22 CXB24
Wafunga uYakobi, wathi, Ukuba uThixo uthe waba nam, wandigcina kule ndlela ndiyihambayo, andinike isonka ndidle, neengubo zokunxiba, ukuze ndibuyele endlwini kabawo ndinoxolo; uYehova uya kuba nguThixo wam khona. Eli litye ndilimisileyo lasisikhumbuzo soba yindlu kaThixo; neento zonke othe wandinika, ndokunika isishumi sazo.