iGenesis 1:26-27

iGenesis 1:26-27 CXB24

Wathi uThixo, Masenze abantu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi, babe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzelayo ehlabathini. Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wadala indoda nenkazana.

Читать iGenesis 1

Фото-стих для iGenesis 1:26-27

iGenesis iGenesis 1:26-27 - Wathi uThixo, Masenze abantu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi, babe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzelayo ehlabathini. Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wadala indoda nenkazana.