Ivangeli ka‐Luke 21:9-10
Ivangeli ka‐Luke 21:9-10 XHO1902A
Kodwa xeshekweni nizivayo imfazwe nempitimpiti, musani ukwetuswa; ngokuba ezizinto zifanele ukuhla tanci; kodwa ukupela akuko kamsinya. Wandula wati kubo: Uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvukela ubukumkani