Ivangeli ka‐Luke 16:13
Ivangeli ka‐Luke 16:13 XHO1902A
Akuko sicaka esingakonzayo inkosi ezimbini: ngokuba siya kutiya enye, sitande enye; okanye, siya kubambelela kwenye, sidele enye. Aningekonze UTIXO nobutyebi kunye.