UYOHANE 11:43-44
UYOHANE 11:43-44 XHO96
Akuba etshilo wadanduluka wathi: “Lazaro, phuma engcwabeni!” Waphuma umfi, izandla neenyawo zithandelwe ngamalaphu elinen, ubuso bujikelwe ngeqhiya. Wathi kubo uYesu: “Mkhululeni, nimyeke ahambe.”