1
uLuka uLuka 16:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Othembekileyo kokona kuncinane, uthembekile nakokukhulu; nongalungisiyo kokuncinane, akalolungisa nakokukhulu.
Сравнить
Изучить uLuka uLuka 16:10
2
uLuka uLuka 16:13
Akukho mkhonzi unako ukukhonza nkosi mbini; kuba eya kuyithiya le, athande leya; athi mhlawumbi abambelele kule, ayidele leya; Aninako ukukhonza uThixo nobutyebi.
Изучить uLuka uLuka 16:13
3
uLuka uLuka 16:11-12
Ukuba ngoko anibanga nakuthembeka ebutyebini bokungalungisi, ngubani na owonithemba kobo buyinyaniso? Ukuba anibanga nakuthembeka koko komnye, ngubani na oya kuninika okukokwenu?
Изучить uLuka uLuka 16:11-12
4
uLuka uLuka 16:31
Uthe ke kuso, Ukuba uMoses nabaprofeti ababeva, abayi koyiseka, nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.
Изучить uLuka uLuka 16:31
5
uLuka uLuka 16:18
Othe wamala umfazi wakhe, wazeka omnye, uyakrexeza; nomntu wonke ozeka owaliweyo endodeni, uyakrexeza.
Изучить uLuka uLuka 16:18
Главная
Библия
Планы
Видео