1
uYohane uYohane 1:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke bonke abamamkelayo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe
Сравнить
Изучить uYohane uYohane 1:12
2
uYohane uYohane 1:1
Ekuqalekeni ube ekho uLizwi, waye uLizwi ekuye uThixo, waye uLizwi enguThixo.
Изучить uYohane uYohane 1:1
3
uYohane uYohane 1:5
Olu khanyiso lukhanya ebumnyameni; kwaye ubumnyama abuzange bukoyise ukukhanya kwalo.
Изучить uYohane uYohane 1:5
4
uYohane uYohane 1:14
uLizwi ke waba ngumntu, waza wahlala phakathi kwethu. Sabubukela ubungangamsha bakhe awabunikwa nguYise, njengoko ekukuphela koNyana wakhe; ubungangamsha ke obuphuphuma ububele nenyaniso.
Изучить uYohane uYohane 1:14
5
uYohane uYohane 1:3-4
Izinto zonke zabakho ngaye; engekho yena, akubangakho nanye into ethe yabakho. Kuye kwakukho ubomi; baye obo bomi baba lukhanyiso eluntwini.
Изучить uYohane uYohane 1:3-4
6
uYohane uYohane 1:29
Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi.
Изучить uYohane uYohane 1:29
7
uYohane uYohane 1:10-11
Ube esehlabathini ke, ihlabathi labakho ngaye, kodwa ihlabathi alamazi. Weza kwabakhe, baza abakhe abamamkelanga.
Изучить uYohane uYohane 1:10-11
8
uYohane uYohane 1:9
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.
Изучить uYohane uYohane 1:9
9
uYohane uYohane 1:17
Ngokuba umthetho wawiswa ngoMoses, lwabakho lona ubabalo nenyaniso ngoYesu Kristu.
Изучить uYohane uYohane 1:17
Главная
Библия
Планы
Видео