1
Ivangeli ka‐Johane 5:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Oti alive ilizwi lam, akolwe kulowo wanditumayo, unobomi obungunapakade, akezi ekugwetyweni kanjalo, koko epumile ekufeni wangena ebomini.
Сравнить
Изучить Ivangeli ka‐Johane 5:24
2
Ivangeli ka‐Johane 5:6
Akuti u‐Yesu wabona lo elele, wazi nokwazi ukuba kwasekukade enjalo, wati kuye: Unga ungenziwa upilile na?
Изучить Ivangeli ka‐Johane 5:6
3
Ivangeli ka‐Johane 5:39-40
Pengululani iziba̔lo; ngokuba nina niba ninobomi obungunapakade kuzo: kanjalo zizo ezo eziqi̔nayo ngam. Kanti anivumi ukuza kum, ukuze nibe nabo ubomi.
Изучить Ivangeli ka‐Johane 5:39-40
4
Ivangeli ka‐Johane 5:8-9
Wati u‐Yesu kuye: Suka, pata uku̔ko lwako, uhambe. Waselesenziwa epilile kwa oko umntu lowo, wapata uku̔ko lwake, wahamba. Kekaloku ibiyisabata ngemini leyo.
Изучить Ivangeli ka‐Johane 5:8-9
5
Ivangeli ka‐Johane 5:19
Wandula wapendula u‐Yesu wati kuwo: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: UNYANA akangenze nto ngokwake, uyenza into ambona UYISE eyenza kupela; ngokuba izinto asukuba ezenza yena lowo, ezi uyazenza kwa njalo NONYANA.
Изучить Ivangeli ka‐Johane 5:19
Главная
Библия
Планы
Видео