1
ULUKA 23:34
IBHAYIBHILE
UYesu wathi: “Bawo, baxolele, kuba abayazi into abayenzayo.” Baza benza *amaqashiso, besabelana ngeengubo zakhe.
Сравнить
Изучить ULUKA 23:34
2
ULUKA 23:43
UYesu wathi kuso: “Ndithi kuwe, inene, kwanamhlanje uya kuba nam emyezweni wakwaThixo.”
Изучить ULUKA 23:43
3
ULUKA 23:42
Saza sathi kuYesu: “Uzundikhumbule, Yesu, xa uthe weza kulawula.”
Изучить ULUKA 23:42
4
ULUKA 23:46
Wadanduluka ke uYesu ngezwi elikhulu, wathi: “Bawo, ndiyawunikela ezandleni zakho umoya wam!” Akuba etshilo, waphuma umphefumlo.
Изучить ULUKA 23:46
5
ULUKA 23:33
Bakufika kuloo ndawo kuthiwa luKhakhayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho uYesu, bezibethelela kwanezihange ezo, esinye ngasekunene, nesinye ngasekhohlo.
Изучить ULUKA 23:33
6
ULUKA 23:44-45
Ke kaloku kwakumalunga nentsimbi yeshumi elinambini emini, laza lasuka latshona emini ilanga, kwaba mnyama phezu kwawo wonke umhlaba, kwada kwayintsimbi yesithathu emva kwemini. Ikhuselo legumbi eliyingcwele *yendlu kaThixo lakrazuka kubini.
Изучить ULUKA 23:44-45
7
ULUKA 23:47
Ke umphathi-butho wamajoni, akukubona okuhlileyo, wamncoma uThixo, esithi: “Inene, lo mntu ebelilungisa.”
Изучить ULUKA 23:47
Главная
Библия
Планы
Видео