1
ULUKA 17:19
IZIBHALO EZINGCWELE
Wathi kuye, Vuka, uhambe; ukholo lwakho lukusindisile.
ႏွိုင္းယွဥ္
ULUKA 17:19ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
2
ULUKA 17:4
Nokuba uthe wakona kasixhenxe ngemini, waza wabuyela kuwe kasixhenxe ngemini, esithi, Ndiyaguquka, wòthi umxolele.
ULUKA 17:4ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
3
ULUKA 17:15-16
Ithe ke enye kuwo apho, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu. Yawa ngobuso ezinyaweni zakhe, ibulela kuye; yaye yona ingumSamariya.
ULUKA 17:15-16ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
4
ULUKA 17:3
Zilumkeleni; ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, mkhalimele; ukuba uthe waguquka, mxolele.
ULUKA 17:3ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
5
ULUKA 17:17
Waphendula ke uYesu wathi, Babengahlanjululwanga belishumi na? Baphi na ke abasithoba?
ULUKA 17:17ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
6
ULUKA 17:6
Ithe ke iNkosi, Ukuba beninokholo olunjengokhozo lwemostade, beningáthi kulo mthombe, Ncothuka, utyaleke phakathi elwandle; uze unive.
ULUKA 17:6ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
7
ULUKA 17:33
Othe wafuna ukuwushindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; othe wawulahla, uya kuwulondoloza.
ULUKA 17:33ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
8
ULUKA 17:1-2
Wathi ke kubo abafundi, Azinakuba zingezi izikhubekiso; yeha ke, loo mntu ziza ngaye! Angásizakala kanye, ethe wagangxwa ilitye lokusila entanyeni yakhe, wajulelwa elwandle, kunokuba akhubekise noko amnye kwaba bancinane.
ULUKA 17:1-2ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
9
ULUKA 17:26-27
Njengoko kwaye kuhlé ngemihla kaNowa, koba njalo nangemihla yoNyana woMntu. Babesidla, babesela, babezeka, babesendisa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni; wafika unogumbe, wabatshabalalisa bonke.
ULUKA 17:26-27ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
ပင္မစာမ်က္ႏွာ
သမၼာက်မ္းစာ
အစီအစဥ္မ်ား
ဗီဒီယိုမ်ား