1
ULUKA 16:10
IZIBHALO EZINGCWELE
Othembekileyo kokuncinane, uthembekile nakokukhulu; nongalungisiyo kokuncinane, akalungisi nakokukhulu.
ႏွိုင္းယွဥ္
ULUKA 16:10ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
2
ULUKA 16:13
Akukho mkhonzi unako ukukhonza nkosi mbini; kuba eya kuyithiya le, athande leya; athi mhlawumbi abambelele kule, ayidele leya; aninako ukukhonza uThixo nobutyebi.
ULUKA 16:13ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
3
ULUKA 16:11-12
Ukuba ngoko anibanga nakuthembeka ebutyebini bokungalungisi, ngubani na owonithemba kobo buyinyaniso? Nokuba anibanga nakuthembeka koko komnye, ngubani na oya kuninika okukokwenu?
ULUKA 16:11-12ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
4
ULUKA 16:31
Uthe ke kuso, Ukuba uMoses nabaprofeti ababeva, abayi koyiseka, nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.
ULUKA 16:31ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
5
ULUKA 16:18
Wonke umntu omalayo umfazi wakhe, azeke wumbi, uyakrexeza; nomntu wonke ozeka owalene nendoda, uyakrexeza.
ULUKA 16:18ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
ပင္မစာမ်က္ႏွာ
က်မ္းစာ
အစီအစဥ္
ဗီဒီယို