I‐Genesise 1:28

I‐Genesise 1:28 XHO1902A

Waye UTIXO wabatamsanqela, wati UTIXO kubo: Cumani, nande, nizalise umhlaba, niwoyise; yibani nobukosi pezu kwentlanzi zolwandle, napezu kwentaka zezulu, napezu kwazo zonke izilo ezishukumayo pezu kwomhlaba.

I‐Genesise 1 വായിക്കുക

I‐Genesise 1:28 - നുള്ള വീഡിയോ