1
I‐Genesise 9:12-13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti UTIXO: Lo ngumqondiso wocebano olo ndilwenzayo pakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, kwisizukulwana ngesizukulwana kude kube ngunapakade: Umnyama wam ndiwubekile elifini; wona woba ngumqondiso wocebano pakati kwam nomhlaba.
താരതമ്യം
I‐Genesise 9:12-13 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
I‐Genesise 9:16
Nxa lomnyama uya kubako elifini, ndiya kwandula ndikangele pezu kwawo, ukuba ndikumbule ucebano olungunapakade pakati kwake UTIXO nazo zonke izinto ezipilileyo, ezenyama yonke esemhlabeni.
I‐Genesise 9:16 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
I‐Genesise 9:6
Opalaza igazi labantu, elake igazi liya kupalazwa ngabantu; ngokuba bekungomfanekiso KATIXO wenzayo abantu.
I‐Genesise 9:6 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
I‐Genesise 9:1
Waye UTIXO etamsanqela u‐Nowa nonyana bake, wati kubo: Cumani, nande, nizalise umhlaba.
I‐Genesise 9:1 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
I‐Genesise 9:3
Konke okushukumayo, oko kunokudliwa kwobomi, kwoba kukutya kuni; kwa njengomfuno oluhlaza ndinipile konke.
I‐Genesise 9:3 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
6
I‐Genesise 9:2
Nokwoyikwa kwenu, nokunkwantywa kwenu, makube pezu kwazo zonke izilo zomhlaba, napezu kwazo zonke intaka zezulu; kuzo zonke izinto ezishukumayo emhlabeni, nakuzo zonke intlanzi zolwandle: sezinikelwe esandleni senu.
I‐Genesise 9:2 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
7
I‐Genesise 9:7
Kodwa nina, cumani, nande; kolisani ukuzala emhlabeni, nande kuwo.
I‐Genesise 9:7 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
ഭവനം
വേദപുസ്തകം
പദ്ധതികൾ
വീഡിയോകൾ