1
IGENESIS 41:16
IZIBHALO EZINGCWELE
UYosefu wamphendula uFaro, esithi, Akunam; uThixo uya kuphendula into yokumsindisa uFaro.
താരതമ്യം
IGENESIS 41:16 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
IGENESIS 41:38
UFaro wathi kubakhonzi bakhe, Sinokumfumana na umntu onje, onoMoya kaThixo?
IGENESIS 41:38 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
IGENESIS 41:39-40
UFaro wathi kuYosefu, Ekubeni uThixo ekwazisile konke oku, akukho bani uyingqondi, usisilumko, njengawe. Ùya kuba phezu kwendlu yam wena, bawuthobele umlomo wakho bonke abantu bam; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.
IGENESIS 41:39-40 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
IGENESIS 41:52
Owesibini wamthiya igama elinguEfrayim;• ngokuba wathi, UThixo undiqhamisile ezweni leentsizi zam.
IGENESIS 41:52 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
IGENESIS 41:51
UYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase;• ngokuba wathi, UThixo undenzé ndakulibala konke ukwaphuka kwam, nayo yonke indlu kabawo.
IGENESIS 41:51 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
ഭവനം
വേദപുസ്തകം
പദ്ധതികൾ
വീഡിയോകൾ