1
Ivangeli ka‐Luke 13:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Zamelani ukungena ngesango elixineneyo; ngokuba ndisiti kuni, abaninzi baya kufuna ukungena, bakohlwe ke.
비교
Ivangeli ka‐Luke 13:24 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Luke 13:11-12
kwaye kuko, bona ke, umfazi obenomoya wobulwelwe iminiyaka yalishumi linesibozo, owabegobile, wakohlwa kanye ukuzipakamisa. Wati u‐Yesu akumbona, wambiza, wati kuye: Mfazi! ukululwe ebulwelweni bako.
Ivangeli ka‐Luke 13:11-12 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Luke 13:13
Waza wabeka izandla pezu kwake; waselelungiswa kwa oko, wamdumisa UTIXO.
Ivangeli ka‐Luke 13:13 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Luke 13:30
Kanjalo bona ke, bako abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bako nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Ivangeli ka‐Luke 13:30 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Luke 13:25
Emvenikweni asel’ esukile umninindlu, wavala ucango, naza naqala ukuma ngapandle nokuqongqota elucangweni, nisiti: Nkosi, Nkosi, sivulele! waeya kuba ependule wati kuni: Andinazi apo nivela kona
Ivangeli ka‐Luke 13:25 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Luke 13:5
Nditi kuni: Nakanye; koko xeshekweni ningaguqukiyo, niya kububa nonke ngokunjalo.
Ivangeli ka‐Luke 13:5 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Luke 13:27
Waeya kuti: Nditi kuni, andinazi apo nivela kona; mkani kum, nonke nina benzi benkohlakalo!
Ivangeli ka‐Luke 13:27 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Luke 13:18-19
Wayesiti Ubukumkani BUKATIXO bufana nanto nina? kanjalo ndobufanisa nanto nina? Bufana nokozo lwembewu yemositade, owalutabatayo umntu, waluposa esitiyeni sake; lwamila ke, lwaba ngumti omkulu, zaza intaka zezulu zahlala emasebeni awo.
Ivangeli ka‐Luke 13:18-19 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상