1
Ivangeli ka‐Luke 12:40
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba ngeyure eningayikumbuleliyo unyana wesintu esiza.
비교
Ivangeli ka‐Luke 12:40 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Luke 12:31
Kodwa funani ubukumkani BUKATIXO, zaziya kuti zonke ezizinto zongezelelwe kuni.
Ivangeli ka‐Luke 12:31 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Luke 12:15
Wayesiti kubo: Lumkani nilumkele ububawa; ngokuba ebuninzini bomntu ubomi bake bungemi ngento anazo.
Ivangeli ka‐Luke 12:15 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Luke 12:34
ngokuba apo ikona indyebo yenu, yoba kwa kona nentliziyo yenu.
Ivangeli ka‐Luke 12:34 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Luke 12:25
Nguwupina ke kuni ongati ngokutukutezela ongezelele ebudeni bake ikubite ibe nye?
Ivangeli ka‐Luke 12:25 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Luke 12:22
Waza wati kubadisipile bake: Ngako oku nditi kuni: Musani ukutukutezelela ubomi benu, ukuba notya nto nina; ningatukutezeleli nomzimba wenu, ukuba niya kwambata nto nina
Ivangeli ka‐Luke 12:22 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Luke 12:7
Koko kwa inwele zentloko zenu zibaliwe zonke. Ize ningoyiki ke; nigqitisele amahobohobo amaninzi.
Ivangeli ka‐Luke 12:7 살펴보기
8
Ivangeli ka‐Luke 12:32
Ungoyiki, mhlambi omncinane! ngokuba UYIHLO etanda ukupa nina ubukumkani.
Ivangeli ka‐Luke 12:32 살펴보기
9
Ivangeli ka‐Luke 12:24
Gqalani onomyai, okokuba abahlwayeli, abavuni nokuvuna, ekungeko kubo iqonga nasisele, kanti UTIXO uyabondla noko: kekaloku nina nizigqitisele intaka kakulu kangakananina?
Ivangeli ka‐Luke 12:24 살펴보기
10
Ivangeli ka‐Luke 12:29
Nize ningafuni nina ukuba notya nto nina, umhlaumbi ukuba nosela nto nina; niti kanjalo ningabi namatindala
Ivangeli ka‐Luke 12:29 살펴보기
11
Ivangeli ka‐Luke 12:28
Ukuba ke inca, eti namhla ibeko ezindle, iti ngomso iposwe eziko, UTIXO uyenje njalo ukuyivatisa, kwoba kangakananina ngakumbi aya kuvatisa nina, nina balukolo luncinane?
Ivangeli ka‐Luke 12:28 살펴보기
12
Ivangeli ka‐Luke 12:2
Akuko nto eselelweyo, engayi kutyilwa; nefihlakeleyo, engayi kwaziwa.
Ivangeli ka‐Luke 12:2 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상