Ivangeli ka‐Johane 13:14-15
Ivangeli ka‐Johane 13:14-15 XHO1902A
Ukuba ngoko ndizihlanzile mna inyawo zenu, ndiyinkosi nomfundisi, nifanelwe kukuti nani nihlanzelane inyawo. Ngokuba ndininikile umzekelo, ukuze niti, njengokuba ndenze mna kuni, nenje njalo nani.