1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba umvuzo wesono ukukufa; kodwa isipo sofefe SIKATIXO sibubomi obungunapakade ngo‐Yesu Kristu INKOSI yetu.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:23
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:14
Ngokuba isono singayi kuba nabukosi pezu kwenu: ngokuba ningepantsi kwomteto, koko nipantsi kwofefe.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:14
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:4
Sancw̔atyelwa ngoko kunye naye ngako ukubapitizeshwa ekufeni kwake; ukuze ke, njengokuba u‐Kristu ebevuswa kwabafileyo ngabo ubungcwalisa BOYISE, siti kwa njalo nati sihambe ekuhlaleni okutsha.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:4
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:13
Kanjako ningamiseli esonweni amalungu enu ukuba zimpahla zokungalungileyo; koko zimiseleni KUTIXO njengokuba nihleli nivukile kwabafileyo, namalungu enu niwamisele KUTIXO ukuba zimpahla zobulungisa.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:13
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:6
oku sikwazi nje, ukuba umntu wetu omdala wakuruseshwa kunye naye, ukuze umzimba wesono utshatyalaliswe, size tina singabi sakonza esonweni.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:6
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:11
Kwa njalo nani zibaleni ukuba nifile ngakuso isono, kodwa nisidla ubomi ngakuye UTIXO, ku‐Kristu Yesu INKOSI yetu.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:11
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:1-2
SOTI nina pofu? Somana ukuma esonweni na, ukuze ufefe lwandiswe? Kwanga kungebe njalo! Tina safayo ngakwisono, soti nina ukuba sisahlala kuso?
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:1-2
8
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:16
Anazi na, ukuba lowo nizimisela kuye ukuba zizicaka zokumva, nizizicaka zake enimvayo; nokuba zezesono kube kukufa, nokuba zezokuva bube bubulungisa?
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:16
9
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:17-18
Kodwa makubulelwe KUTIXO ukuba, nangona nibe nizizicaka zesono, neva noko ngentliziyo umlinganiselo wofundiso enaninikelwe kuwo; naza nati, nikululekisiwe kuso isono nje, nenzwa izicaka ebulungiseni.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:17-18
Home
Bible
Plans
Videos