Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:1-2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:1-2 XHO1902A
SOTI nina pofu? Somana ukuma esonweni na, ukuze ufefe lwandiswe? Kwanga kungebe njalo! Tina safayo ngakwisono, soti nina ukuba sisahlala kuso?