1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa UTIXO uyabonakalisa olwake utando ngakuti, ngokokuba, nxa sibe sisengaboni tina, u‐Kristu wasifela.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:8
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:5
liti ke itemba lingadanisi, ngokokuba utando LUKATIXO lugalelwe ezintliziyweni zetu NGUMOYA OYINGCWELE owanikwa kuti.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:5
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:3-4
Kungenjalo ke kodwa, koko kanjako sivuyelela ezimbandezelweni; sisazi ukuba imbandezelo iyazuzisa umonde, nomonde isazelo, nesazelo itemba
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:3-4
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:1-2
NGAKO sigwetyelwe ngokolo nje, sinalo uxolo KUTIXO ngayo INKOSI yetu u‐Yesu Kristu; esite ngayo kanjalo sanokungeniswa ngokolo kolufefe simi kulo; sivuyelela ngetemba lobungcwalisa BUKATIXO.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:1-2
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:6
Ngokuba u‐Kristu, nxa sibe sisaswele amandla tina, ngexesha elifanelekileyo wafela abangabedeshiyo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:6
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:9
Siya kuti kakulu ngakumbi ngoko, sigwetyelwe nje kaloku ngegazi lake, sisindiswe ngaye emsindweni ozayo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:9
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:19
Ngokuba, njengokuba ngako ukungeva kwomntu emnye abaninzi benzwa aboni, kwa njalo nangako ukuva kwomnye abaninzi baya kwenzwa abalungileyo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:19
8
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:11
Kungenjalo ke kodwa, koko kanjako sivuyelela KUTIXO ngayo INKOSI yetu u‐Yesu Kristu, esite ngayo kaloku samkela uxoliswano.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:11
Home
Bible
Plans
Videos