1
Amaculo 3:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa wena, YEHOVA! ulikaka kum; ububungcwalisa bam, nompakamisi wentloko yam.
Compare
Explore Amaculo 3:3
2
Amaculo 3:4-5
Ndabiza KUYEHOVA ngelizwi lam; wandipendula ke entabeni yake eyingcwele. Sela. Ndalala pantsi, ndazuza ubutongo; ndavuka; ngokuba UYEHOVA ebendisekele.
Explore Amaculo 3:4-5
3
Amaculo 3:8
Usindiso lolu KAYEHOVA. Ukutamsanqelisa kwako kupezu kwabantu bako. Sela.
Explore Amaculo 3:8
4
Amaculo 3:6
Andiyi kwoyika amashumi amawaka abantu, abase belunga ngakum bendiṙaula.
Explore Amaculo 3:6
Home
Bible
Plans
Videos