1
Amaculo 2:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Cela kum, ndandiya kunika abaheyideni babe lilifa lako, nezipelo zomhlaba zibe yimfuyo yako.
Compare
Explore Amaculo 2:8
2
Amaculo 2:12
Yangani UNYANA, hleze aqumbe, nibube endleleni; ngokuba iya kuhla ivute ingqumbo yake. Banetamsanqa bonke abatemba yena!
Explore Amaculo 2:12
3
Amaculo 2:2-3
Okumkani bomhlaba bayazimisa, nenkosi ziyacebana ndawonye, ngakuye UYEHOVA, nangakuye umtanjiswa wake, besiti: Masiziqaule izinxibo zabo; masizilahle kuti intambo zabo.
Explore Amaculo 2:2-3
4
Amaculo 2:10-11
Ngako kaloku, bokumkani! yenzani ngokuqonda; yalekani, bagwebi bomhlaba! Konzani UYEHOVA ngokwoyika, nivuye ngengcangcazelo.
Explore Amaculo 2:10-11
Home
Bible
Plans
Videos