1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Yilwa ukulwa okulungileyo kwokolo; bubambe ubomi obungunapakade, owabubizelwa kubo kanjalo, wayivuma imvumo elungileyo pambi kwamanqi̔na amaninzi.
Compare
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:12
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:10
Ngokuba ukutanda imali kuyingcambo yabo bonke ububi; abate inxenye beyinqwenela balahleka kulo ukolo, bazibadluza ngentsizi ezininzi.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:10
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:6
Kodwa ububedesho ndawonye nokutomalala buyinzuzo enkulu.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:6
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:7
Ngokuba singangenanga nanto elizweni; kusekuhleni ukuba kanjako asingepume nanto.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:7
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:17
Abazityebi kwelilizwe lakaloku nje bayalele ukuba bangaqanqalazi, bangatembi ebutyebini obungenakuqina kanjako, bati batembe KUTIXO ohleliyo, osinikayo ngobuninzi zonke izinto kudliwe ukuyola ngazo
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:17
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:9
Kodwa abo banga bangaba zizityebi bayeyela ekulingweni, nasemgibeni, nasezinkanukweni ezininzi ezibudenge ezenzakalisayo, eziti ke zona zibantywilise abantu embujisweni nasentshabalalweni.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:9
7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:18-19
ukuba benze ngobubele, batyebe emisebenzini elungileyo, banxamele ukwahlulahlula, batande ukwabela; beziqwebela umsekelo olungileyo bekangela ixesha elizayo, ukuze babambe ubomi obungunapakade.
Explore Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:18-19
Home
Bible
Plans
Videos