1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UTIXO engasinikanga umoya wobugwala, koko wasinika owamandla, nowotando, nowokuzikalimela.
Compare
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:7
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:9
owasisindisayo, wasibiza ngokubiza okungcwele, bekungengokwemisebenzi yetu, bekungokweyake imvume nofefe olwanikwa kuti ku‐Kristu Yesu engekabiko onke amaxesha akudala
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:9
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:6
Enditi ngenxa yalendawo ndikukumbuze ukuba usivuselele isipo SIKATIXO, esikoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:6
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:8
Ize ngoko ungabi nantloni ngabo ubunqi̔na BENKOSI yetu, nangam kanjako umbanjwa wayo; uti ubuve ubunzima kunye nam ngenxa yayo ivangeli ngokwamandla KATIXO
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:8
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:12
enditi kanjalo ngenxa yalendawo ndizive ezizinto: andinantloni noko; ngokuba ndimazi lowo endibekile kuye itemba lam, ndikolwa kanjako ukuba unamandla ukugcina oko ndikubekeleyo kuye kude kube ngumhla lowo.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 1:12
Home
Bible
Plans
Videos