1
UYOHANE 12:26
IBHAYIBHILE
Lowo usisicaka sam makandilandele, abe kunye nam apho ndikhoyo. Osisicaka sam ke uya kunikwa imbeko nguBawo.”
對照
探尋 UYOHANE 12:26
2
UYOHANE 12:25
Lowo ubukokosayo ubomi bakhe, wolahlekelwa bubo; kanti lowo ubuncamayo kweli hlabathi, wohlala enabo kude kube kwelizayo.
探尋 UYOHANE 12:25
3
UYOHANE 12:24
Inene, ukuba ukhozo lwengqolowa aluthanga lufakwe emhlabeni lufe, lohlala lungabi nto; kodwa ukuba luthe lwafa, luvelisa isiqhamo ngakumbi.
探尋 UYOHANE 12:24
4
UYOHANE 12:46
Mna ndilukhanyiso; ndize ehlabathini ukuze bonke abakholwayo kum bangahlali ebumnyameni.
探尋 UYOHANE 12:46
5
UYOHANE 12:47
Lowo uwevayo amazwi am, aze angawagcini, akagwetywa ndim. Andizanga kuligweba ihlabathi; ndize kulisindisa.
探尋 UYOHANE 12:47
6
UYOHANE 12:3
UMariya wathatha amafutha angangxengwanga esiqholo esiyinadusi, abunzima bungaphezulwana kwamakhulu amathathu eegram, axabiso likhulu, wathambisa ngawo iinyawo zikaYesu, wazisula ngeenwele zakhe. Yatsho indlu yazala livumba elimnandi lesiqholo eso.
探尋 UYOHANE 12:3
7
UYOHANE 12:13
yaxhuzula amasebe emithi yamasundu, yamhlangabeza, yakhwaza isithi: “Camagu! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi, uKumkani wakwaSirayeli!”
探尋 UYOHANE 12:13
8
UYOHANE 12:23
Wabaphendula uYesu wathi: “Lifikile ngoku ixesha lokuba ubungangamsha bakhe *uNyana woLuntu bubonakale.
探尋 UYOHANE 12:23
首頁
聖經
計畫
視訊