1
Ivangeli ka‐Luke 23:34
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wayesiti u‐Yesu: Bawo! baxolele; ngokuba bengazi into abayenzayo. Bati bezaba ingubo zake, benza amaqashiso.
對照
Ivangeli ka‐Luke 23:34 探索
2
Ivangeli ka‐Luke 23:43
Waza u‐Yesu wati kuye: Ngokwenene nditi kuwe: Namhla nje uya kubako nam eparadisi.
Ivangeli ka‐Luke 23:43 探索
3
Ivangeli ka‐Luke 23:42
Waza wati ku‐Yesu: Ndikumbule, Nkosi! xeshekweni uzayo ebukumkanini bako.
Ivangeli ka‐Luke 23:42 探索
4
Ivangeli ka‐Luke 23:46
Waza wadanduluka ngelizwi elikulu u‐Yesu, wati: Bawo! ndiyanikela umoya wam ezandleni zako. Wati akuba ebetshilo waqauka umpefumlo.
Ivangeli ka‐Luke 23:46 探索
5
Ivangeli ka‐Luke 23:33
Bati bakufika endaweni ebizwayo ngokuti yeyenkankani, bamkuruseshela kona, kwa nabenzi benkohlakalo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekohlo.
Ivangeli ka‐Luke 23:33 探索
6
Ivangeli ka‐Luke 23:44-45
Yanga yayiyure yesitandatu, kwaza kwabako ubumnyama pezu kwalo lonke ilizwe yada yayiyure yesitoba. Lenziwa mnyama nelanga; kanjalo ikuselo lendawo eyingcwele laṙazulwa pakati.
Ivangeli ka‐Luke 23:44-45 探索
7
Ivangeli ka‐Luke 23:47
Kekaloku inkosikulu yakubona into eyenzekileyo, yadumisa UTIXO, isiti: Ngokwenyaniso umntu lo ebengolungileyo.
Ivangeli ka‐Luke 23:47 探索
主頁
聖經
計劃
影片