1
I‐Genesise 15:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula wakolwa NGUYEHOVA; owambalela kona kube kukulunga.
Ṣe Àfiwé
Ṣàwárí I‐Genesise 15:6
2
I‐Genesise 15:1
EMVENI kwezizinto leza ilizwi LIKAYEHOVA ku‐Abrame ngomboniso, lisiti: Ungoyiki, Abrame! ndilikaka kuwe mna, ndingumvuzo wako omkulu kunene.
Ṣàwárí I‐Genesise 15:1
3
I‐Genesise 15:5
Waza wampumisela ngapandle, wati: Zubeke ngasezulwini, uzibale inkwenkwezi, ukuba ungabala zona; wayesiti kuye: Yoba njalo inzalo yako.
Ṣàwárí I‐Genesise 15:5
4
I‐Genesise 15:4
Kekaloku bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA leza kuye, lisiti: Asi nguye lo oya kuba yindlalifa yako; koko lowo oya kupuma kwawako amatumbu, nguye oya kuba yindlalifa yako.
Ṣàwárí I‐Genesise 15:4
5
I‐Genesise 15:13
Wayesiti ku‐Abrame: Yazi kunene ukuba inzalo yako yoba ngabasemzini elizweni elingelelayo, — yobakonza, bati bona bayibandezele, — iminyaka ibe ngamakulu mane.
Ṣàwárí I‐Genesise 15:13
6
I‐Genesise 15:2
Wati u‐Abrame: NKOSI, YEHOVA! yinto nina woyinika kum, ndihamba ndingenamntwana nje, negosa lendlu yam lingulom‐Damakusi u‐Eliyezeri?
Ṣàwárí I‐Genesise 15:2
7
I‐Genesise 15:18
Ngokwa ngumhla lowo wenza UYEHOVA ucebano no‐Abrame, esiti: Kwinzalo yako ndilipile ilizwe eli, kwa kuwo umlambo wase‐Jipete kude kwakuwo umlambo omkulu, umlambo ongum‐Ferate
Ṣàwárí I‐Genesise 15:18
8
I‐Genesise 15:16
Nesizukulwana sesine, bona bobuya beze apa; ngokuba ukukohlakala kwaba‐Amori akukazaliseki ngoku.
Ṣàwárí I‐Genesise 15:16
Ilé
Bíbélì
Àwon ètò
Àwon Fídíò