1
UYOHANE 5:24
IZIBHALO EZINGCWELE
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni, wangena ebomini.
Compare
UYOHANE 5:24ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
2
UYOHANE 5:6
UYesu embona lowo elele, esazi ukuba uselenexesha elikhulu enjalo, uthi kuye, Ùyafuna na ukuba uphile?
UYOHANE 5:6ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
3
UYOHANE 5:39-40
Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam. Nibe ke nina ningathandi ukuza kum, ukuze nibe nobomi.
UYOHANE 5:39-40ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
4
UYOHANE 5:8-9
Athi uYesu kuye, Vuka, uthabathe ukhuko lwakho, uhambe. Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
UYOHANE 5:8-9ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
5
UYOHANE 5:19
Waphendula ngoko uYesu, wathi kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, UNyana akanakwenza nto ngokwakhe, engathanga abone uYise eyenza; kuba izinto asukuba ezenza yena, ezo uyazenza uNyana kwangokunjalo
UYOHANE 5:19ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
Home
ਬਾਈਬਲ
Plans
ਵੀਡੀਓ