1
UYOHANE 4:24
IZIBHALO EZINGCWELE
UThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo bamelwe kukumnqula ngoMoya nangenyaniso.
Compare
UYOHANE 4:24ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
2
UYOHANE 4:23
Kodwa kuza ilixa, nangoku selikho, xa abanquli abayinyaniso baya kumnqula uBawo ngoMoya nangenyaniso; kuba uBawo ufuna abanjalo ukumnqula.
UYOHANE 4:23ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
3
UYOHANE 4:14
ke yena othe wasela kuwo amanzi, endiya kumpha wona mna, akasayi kuza anxanwe naphakade; aya kusuka amanzi, endiya kumpha wona, abe ngumthombo kuye wamanzi ampompozela ebomini obungunaphakade.
UYOHANE 4:14ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
4
UYOHANE 4:10
Waphendula uYesu wathi kuyo, Ukuba ubusazi isipho sikaThixo, nokuba ngubani na lo uthi kuwe, Ndiphe ndisele: unge ucele kuye wena, wakùpha amanzi aphilileyo.
UYOHANE 4:10ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
5
UYOHANE 4:34
Athi uYesu kubo, Okwam ukudla kukuba ndenze ukuthanda kowandithumayo, ndiwufeze umsebenzi wakhe.
UYOHANE 4:34ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
6
UYOHANE 4:11
Ithi intokazi kuye, Nkosi, akunanto yakukha, nequla linzulu; uwazuza phi na ke amanzi aphilileyo lawo?
UYOHANE 4:11ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
7
UYOHANE 4:25-26
Ithi intokazi kuye, Ndiyazi ukuba uMesiya uyeza, ekuthiwa nguKristu;• xa athe weza yena, uya kusityela izinto zonke. Athi uYesu kuyo, Mna ndithethayo nawe ndinguye.
UYOHANE 4:25-26ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
8
UYOHANE 4:29
Yizani, nibone umntu ondixelele izinto zonke endakha ndazenza; lo akangebi nguye uKristu• yini na?
UYOHANE 4:29ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
Home
ਬਾਈਬਲ
Plans
ਵੀਡੀਓ