1
UYOHANE 7:38
IBHAYIBHILE
*IziBhalo zithi kuya kugqabhuka imisinga yamanzi aphilisayo embilinini walowo ukholwayo kum. ”
Харьцуулах
UYOHANE 7:38 г судлах
2
UYOHANE 7:37
Ngosuku lokugqibela, olo ke lulolona lubalulekileyo lwetheko, wema uYesu, wathetha ngelivakalayo esithi: “Onxaniweyo makeze kum asele.
UYOHANE 7:37 г судлах
3
UYOHANE 7:39
UYesu wayithetha le nto esingisele kuMoya ababeya kumamkela abo babekholwa kuye. Kaloku uMoya wayengekafiki, kuba ubungangamsha bukaYesu babungekabonakali.
UYOHANE 7:39 г судлах
4
UYOHANE 7:24
Sanukugweba ngokwembonakalo; gwebani ngobulungisa.”
UYOHANE 7:24 г судлах
5
UYOHANE 7:18
Othetha okukokwakhe uzifunela olwakhe udumo; ke yena ofuna udumo lwalowo umthumileyo unyanisekile, akukho nkohliso kuye.
UYOHANE 7:18 г судлах
6
UYOHANE 7:16
Waza uYesu wawaphendula wathi: “Le mfundiso ndiyifundisayo asiyoyam, koko ivela kulowo undithumileyo.
UYOHANE 7:16 г судлах
7
UYOHANE 7:7
Abantu beli hlabathi bandithiyile mna, kuba ndisoloko ndiyihlaba imikhwa yabo emibi, kodwa nina bayanithanda.
UYOHANE 7:7 г судлах
Нүүр хуудас
Библи
Тѳлѳвлѳгѳѳнүүд
Бичлэгүүд