1
Ivangeli ka‐Luke 9:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wabesiti kanjalo kubo bonke: Ukuba umntu uyafuna ukuza emva kwam, makazikanyeze, apate ikuruse yake imihla ngemihla, andilandele.
비교
Ivangeli ka‐Luke 9:23 살펴보기
2
Ivangeli ka‐Luke 9:24
Ngokuba lowo usukuba efuna ukulondoloza ubomi bake, buya kumlahleka; nosukuba elahlekana nobomi bake ngenxa yam, oyena wobulondoloza.
Ivangeli ka‐Luke 9:24 살펴보기
3
Ivangeli ka‐Luke 9:62
Koko u‐Yesu wati kuye: Akuko mntu oti, esibekile isandla sake epuluweni, ekangela ngasemva, alungele ubukumkani BUKATIXO.
Ivangeli ka‐Luke 9:62 살펴보기
4
Ivangeli ka‐Luke 9:25
Ngokuba kuya kunceda nto nina umntu, akulizuza ilizwe lonke, wati yena ngokwake walahleka, umhlaumbi wazizuzela ingozi?
Ivangeli ka‐Luke 9:25 살펴보기
5
Ivangeli ka‐Luke 9:26
Ngokuba lowo usukuba enentloni ngam nangamazwi am, oyena unyana wesintu woba nentloni ngaye, akuza ebungcwaliseni bake, nako BOYISE, nakobengelosi ezingcwele.
Ivangeli ka‐Luke 9:26 살펴보기
6
Ivangeli ka‐Luke 9:58
Waza u‐Yesu wati kuye: Impungutye zineminxu̔ma, nentaka zezulu zinendawo zokuhlala; kanti unyana wesintu akanandawo apo angalalisa kona intloko.
Ivangeli ka‐Luke 9:58 살펴보기
7
Ivangeli ka‐Luke 9:48
waza wati kubo: Osukuba esamkela lomntwana egameni lam, uyamkela mna; nosukuba esamkela mna, uyamkela lowo wanditumayo: ngokuba lowo umncinane kwabanye pakati kwenu nonke, nguye oya kuba mkulu.
Ivangeli ka‐Luke 9:48 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상