1
ULUKA 10:19
IZIBHALO EZINGCWELE
Niyabona, ndininika igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alo utshaba; kanjalo akukho nto ingakhe inenzakalise.
비교
ULUKA 10:19 살펴보기
2
ULUKA 10:41-42
Waphendula ke uYesu wathi kuye, Marta, Marta, uxhaliswa uphithizeliswa zizinto ezininzi. Inye yona into efunekayo; uMariya ke unyule eso sabelo silungileyo, singayi kususwa kuye.
ULUKA 10:41-42 살펴보기
3
ULUKA 10:27
Waphendula ke wathi, Ùze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangamandla akho ephela, nangengqondo yakho iphela; nommelwane wakho, njengoko uzithanda ngako.
ULUKA 10:27 살펴보기
4
ULUKA 10:2
Yayisithi ngoko kubo, Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa; khungani ngoko eNkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.
ULUKA 10:2 살펴보기
5
ULUKA 10:36-37
Nguwuphi na kwabo bathathu ngoko, othi wena, waba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni? Uthe ke yena, Ngulowo wamenzela inceba. Wathi ngoko uYesu kuye, Hamba, uye kwenjenjalo nawe.
ULUKA 10:36-37 살펴보기
6
ULUKA 10:3
Hambani; niyabona, mna ndinithuma njengeemvana phakathi kweengcuka.
ULUKA 10:3 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상