1
UYOHANE 12:26
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuba ubani uthi andikhonze, makandilandele; apho ndikhona mna, woba khona apho nondikhonzayo; ukuba umntu uthi andikhonze, uBawo wombeka.
비교
UYOHANE 12:26 살펴보기
2
UYOHANE 12:25
Lowo uwuthandayo umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; lowo uwuthiyayo umphefumlo wakhe kweli hlabathi, wowulondolozela ubomi obungunaphakade.
UYOHANE 12:25 살펴보기
3
UYOHANE 12:24
Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba ukhozo lwengqolowa oluwe emhlabeni aluthanga lufe, lona luhlala lungabi nto; ke ukuba luthe lwafa, luthwala isiqhamo esininzi.
UYOHANE 12:24 살펴보기
4
UYOHANE 12:46
Mna, lukhanyiso, ndifikile ehlabathini, ukuze bonke abakholwayo kum bangahlali ebumnyameni.
UYOHANE 12:46 살펴보기
5
UYOHANE 12:47
Nokuba umntu uthe weva amazwi la am, àkakholwa, mna andimgwebi; kuba andize kuligweba ihlabathi, ndizé kulisindisa ihlabathi.
UYOHANE 12:47 살펴보기
6
UYOHANE 12:3
Wathabatha ke uMariya iponti yamafutha aqholiweyo enadusi• engangxengelelweyo, exabiso likhulu; wathambisa iinyawo zikaYesu, wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe; yazala ke indlu livumba lamafutha lawo aqholiweyo.
UYOHANE 12:3 살펴보기
7
UYOHANE 12:13
yathabatha amasebe esundu, yaphuma, yaya kumhlangabeza; yadanduluka isithi, Hosana! makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi, uKumkani kaSirayeli!
UYOHANE 12:13 살펴보기
8
UYOHANE 12:23
Wabaphendula ke uYesu esithi, Lifikile ilixa lokuba uNyana woMntu azukiswe.
UYOHANE 12:23 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상