1
UYOHANE 1:12
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke bonke abamamkeláyo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe
비교
UYOHANE 1:12 살펴보기
2
UYOHANE 1:1
Ekuqalekeni ube ekho uLizwi, waye uLizwi ekuye uThixo, waye uLizwi enguThixo.
UYOHANE 1:1 살펴보기
3
UYOHANE 1:5
Ukhanyiso ke olo lwabonakala ebumnyameni, basuka ubumnyama àbaluqiqa.
UYOHANE 1:5 살펴보기
4
UYOHANE 1:14
ULizwi waba yinyama, wahlala phakathi kwethu, sabubona ubuqaqawuli bakhe, ubuqaqawuli kanye bowokuphela kwamzeleyo uYise, ezele lubabalo nayinyaniso.
UYOHANE 1:14 살펴보기
5
UYOHANE 1:3-4
Izinto zonke zabakho ngaye; engekho yena, akubangakho nanye into ethe yabakho. Kuye kwakukho ubomi, baye ubomi obo bulukhanyiselo lwabantu.
UYOHANE 1:3-4 살펴보기
6
UYOHANE 1:29
Ngengomso uYohane umbona uYesu esiza kuye, athi, Nantso iMvana kaThixo, ethwala isuse isono sehlabathi.
UYOHANE 1:29 살펴보기
7
UYOHANE 1:10-11
Ube esehlabathini ke; ihlabathi labakho ngaye, ihlabathi alimazanga. Weza kokwakhe, baza abakhe àbamvuma.
UYOHANE 1:10-11 살펴보기
8
UYOHANE 1:9
Waye ke yena elukhanyiso oluyinyaniso, olubakhanyiselayo abantu bonke, esiza ehlabathini.
UYOHANE 1:9 살펴보기
9
UYOHANE 1:17
Ngokuba umthetho wawiswa ngoMoses, lwabakho lona ubabalo nenyaniso ngoYesu Kristu.
UYOHANE 1:17 살펴보기
홈
성경
묵상
동영상