1
iGenesis iGenesis 5:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
uEnoki wahamba noThixo, akabakho; ngokuba uThixo wamthabatha.
Lee anya n'etiti ihe abụọ
Nyochaa iGenesis iGenesis 5:24
2
iGenesis iGenesis 5:22
uEnoki wahamba noThixo emveni kokuzala kwakhe uMethusela iminyaka emakhulu mathathu, wazala oonyana neentombi.
Nyochaa iGenesis iGenesis 5:22
3
iGenesis iGenesis 5:1
Yiyo le incwadi yezizukulwana zika-Adam. Mhla uThixo wamdala umntu, wamenza ngokomfanekiselo kaThixo
Nyochaa iGenesis iGenesis 5:1
4
iGenesis iGenesis 5:2
Wadala indoda nenkazana; wabasikelela, wababiza ngokuba nguAdam ngomhla wokudalwa kwabo.
Nyochaa iGenesis iGenesis 5:2
Ebe Mmepe Nke Mbụ Nke Ngwá
Akwụkwọ Nsọ
Atụmatụ Ihe Ogụgụ Gasị
Vidiyo Gasị