1
EYEZIQALO 2:24
IBHAYIBHILE
Yiyo ke loo nto indoda imshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, baze babe mntu mnye.
Lee anya n'etiti ihe abụọ
Nyochaa EYEZIQALO 2:24
2
EYEZIQALO 2:18
Uthe ke uNdikhoyo uThixo emva koko: “Akukuhle ukuba le ndoda ihlale ililolo. Kuhle ndiyenzele umlingane onokuncedisana nayo.”
Nyochaa EYEZIQALO 2:18
3
EYEZIQALO 2:7
UNdikhoyo uThixo wacaphula umhlaba emhlabeni, wabumba umntu ngawo. Waphefumlela umoya obubomi emathatheni akhe, yaba ngumntu ophilayo lowo.
Nyochaa EYEZIQALO 2:7
4
EYEZIQALO 2:23
Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.”
Nyochaa EYEZIQALO 2:23
5
EYEZIQALO 2:3
Wawuthamsanqelisa umhla wesixhenxe, wawumisa wangumhla okhethekileyo, kuba ngaloo mhla wayeselegqibile ukudala.
Nyochaa EYEZIQALO 2:3
6
EYEZIQALO 2:25
Loo ndoda nomkayo babehamba ze, bengenazintloni.
Nyochaa EYEZIQALO 2:25
Ebe Mmepe Nke Mbụ Nke Ngwá
Akwụkwọ Nsọ
Atụmatụ Ihe Ogụgụ Gasị
Vidiyo Gasị