1
Ivangeli ka‐Luke 2:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokokuba nizalelwe namhla umsindisi, ongu‐Kristu INKOSI, esixekweni sika‐Davide.
Konpare
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:11
2
Ivangeli ka‐Luke 2:10
Yayisiti kubo ingelosi leyo: Ningoyiki; ngokuba, bona ke, ndinishumayeza indaba zovuyo olukulu, oluya kuba lolwabantu bonke.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:10
3
Ivangeli ka‐Luke 2:14
Makubeko ubungcwalisa KUTIXO enyangweni yapezulu, noxolo emhlabeni, ufefe ebantwini!
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:14
4
Ivangeli ka‐Luke 2:52
Waye u‐Yesu emana ehambisa ebulumkweni nasebudeni, naselufefeni pambi KWOTIXO napambi kwabantu.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:52
5
Ivangeli ka‐Luke 2:12
Kanjalo oku kwoba ngumqondiso kuni: Niya kufumana usana lusongiwe eziqiyeni, lulele emkombeni wesitale.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:12
6
Ivangeli ka‐Luke 2:8-9
Kwaye kuko abalusi kwelona lizwe, behlala ezindle, belinda umhlambi wabo ngamavaṙasho obusuku. Yati bona ke, ingelosi YENKOSI yeza yema ngakubo, nobungcwalisa BENKOSI babakanyela ngokungqonga; baza boyika ngokwoyika okukulu.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 2:8-9
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo