1
EYEZIQALO 7:1
IBHAYIBHILE
Wathi ke *uNdikhoyo kuNowa: “Ngena enqanaweni nomkakho kunye nosapho lwakho. Ndiphawule ukuba nguwe wedwa kwesi sizukulwana olilungisa.
Compare
EYEZIQALO 7:1 ખોજ કરો
2
EYEZIQALO 7:24
Kwada kwaba likhulu linamashumi mahlanu eentsuku engathothi loo manzi.
EYEZIQALO 7:24 ખોજ કરો
3
EYEZIQALO 7:11
Wayemakhulu mathandathu ubudala uNowa, ingumhla weshumi elinesixhenxe kwinyanga yesibini xa kwakugqabhuka imithombo yamanzi angaphantsi komhlaba, kuvuleka nemivalo yemisinga esesibhakabhakeni.
EYEZIQALO 7:11 ખોજ કરો
4
EYEZIQALO 7:23
Kwatshatyalaliswa yonke into ephilayo elizweni: abantu, neenyamakazi, neentaka. Kwasala uNowa kunye nabo babesenqanaweni kunye naye.
EYEZIQALO 7:23 ખોજ કરો
5
EYEZIQALO 7:12
Yatsho izandyondyo imvula iintsuku ezimashumi mane nobusuku bazo.
EYEZIQALO 7:12 ખોજ કરો
હોમ
બાઇબલ
યોજનાઓ
વિડિઓઝ